1KWA sezinzulwini ndibizile kuwe, Yehova!
2Nkosi! yiva ilizwi lam: mazibe indlebe zako zipulapuleka ezwini lezikungo zam.
3Nxa wena, Yehova! ubuya kunakana izikohlakalo, ngekuma banina, Nkosi?
4Kodwa kukuwe ukuxolela, ukuze ube nokwoyikwa.
5Ndiyalinda uyehova, uyalinda umpefumlo wam, nasezwini lake ndiyatemba.
6Umpefumlo wam ulindela inkosi, ngapezu kwabalindi bokusa, belindela ukusa.
7Temba, Sirayeli! kuyehova: ngokuba kuyehova kuko ububele, nakuye kuko inkululo eninzi.
8Waeya kukulula u‐Sirayeli kuzo zonke izikohlakalo zake.
Who We AreWhat We EelieveWhat We Do
2025 by iamachristian.org,Inc All rights reserved.