1HAI itamsanqa lalomntu ongahambiyo eqingeni labakohlakeleyo, ongemi endleleni yaboni, ongahlali esihlalweni sabagxeki;
2koko ukunyamekela kwake kusemtetweni kayehova, ecinga nokucinga umteto wake emini nasebusuku!
3Uya kuba njengomti utyelwe ngasemijelweni yamanzi ke, ovelisa isiqa̔mo sawo ngexesha lawo, nogqabi lingayi kubuna; nako konke akwenzayo kwolungiseka.
4Abanjalo abakohlakeleyo; banjengomququ bona opetshetwayo ngumoya.
5Ngako oko abayi kuma abakohlakeleyo ekugwebeni, naboni entlanganisweni yabalungileyo.
6Ngokuba uyehova eyazi indlela yabalungileyo; kanti indlela yabakohlakeleyo iya kutshabalala.
Who We AreWhat We EelieveWhat We Do
2025 by iamachristian.org,Inc All rights reserved.