1Awu, *Ndikhoyo, mna andizigwagwisi;
ngokunjalo mna andiziphakamisi.
Kaloku andizixakekisi ngemicimbi ephakamileyo kunokuba ndinjalo mna.
2Kodwa ndanelisekile, ndaye ndixolile.
Ndinjengosana oluthe cwaka ezingalweni zikanina;
ngenene umoya wam uphuphuma ukwanela.
3Sirayeli, khawuthembele kuNdikhoyo, kususela ngoku kude kube nini-nini.
Who We AreWhat We EelieveWhat We Do
2025 by iamachristian.org,Inc All rights reserved.